zikhali xhosa clan names

Create a free website or blog at WordPress.com. Unknown July 9, 2017 at 7:27 PM. Ndiyatsho kodwa andinamnombo ucacileyo. Into endixakayo yile ithi uthi uxakiwe xa uthutha aManywabe. 2ndly. jikelele (Xhosa clans). Utsho kwavokotheka. Nami ngicela ningazise ngezithakazelo zaka Nqoko, Mna ndifuna ukwazi ukuba Amatyham ngamani, Bhotani ntozakuthi, Mna ndizalwa pha eMdlangathini, ooNgwenduna, ooNtlangwane,ooNtshozina, ooMngeya, UJuta onobhedu olwantinga labheka emafini, isilo somhlola, Mome sirhama somntwana,jikela ngaphambili ngoba ngasemva kuyanuka. Se vi volas enigi tiun artikolon en la originalan Esperanto-Vikipedion, vi povas uzi nian specialan redakt-interfacon. Name Giving: Xhosa clan names (iziduko) are family names which are considered more important than surnames. Mandibhotise kulomzi. KHANINDINIKE UKHANYO NGABO, ndicela umntu okwaziyo ukuthutha odunjane ,nxasana. Ndiyishwankathele kakhulu ke Luvuyo…, Mahle Mhlekazi, ndiyay’ thand lento uyenzayo apha.nam ndizam’ int’ enje apha kuleSite, https://amaxhosa.wordpress.com/2011/07/07/umzi-kaphalo-house-of-phalo/, http://www.encounter.co.za/article/126.html, Uz’ ph’ ithuba ukh’ ungene nawe, uncede aph’ ukwaz’ unceda. Bhele (divides into several sub-clan groups: Dongo, Langa, etc.) mna kuthiwa ukhokho wam yayi nguMphayinti/Mhaga ngoku ndicela ukwazi ukuba ehluka njani lamagama? : Next time please write in your mother toungue. Musho Tshawe elihle. They are a respective way to call a elderly man and even when a woman gets married her in-laws will refer to her by her clan. isiThathu r the Mix khoi n san. Ndifuna ukwazi ngobukhosi bamachirha kunento endixakayo ukuba amatshawe abuthatha njani kuthi thina macirha. Mna ndinguGaba, Msuthu, Cihoshe. Kamnandi, NingamaHlubi, nisuka eMbo. Khanikhe nizame nize naso esisiduko sizwe sakuthi. Nkwali r amaHlubi clan who came thru marriage in amaHlubi nation n originally they r frm AmaNdwandwe nation! Intetho yabo ixube isiZulu nesiXhosa. The Zulu Notion of God according to the Traditional Zulu God-Names. Ndingathanda ukuva ngamaCethe sizukulwana sikaphalo. Ngokwazikwam singaManywabe sizithutha ngohlobo olunye kwaye asinamasebe uMnywabe umnye nokuba ungayaphi. Xhosa clan names (isiduko (sing. Baluhlaz’a abanamafinyela. Ndizalwa nguMamirha,uSamb,uMzondi,uZiyeka,uThambolenyoka lihlab’elimzondayo. Bagxothwa kwagqitywa ekubeni bangazibiza nangasiphi esinamanyala anje isiduko esinamanyala kodwa hayi aMaZangwa. Gaba, Yindlu kaTshawe yonke le ngokulandelelana kwesizukulwana ndingabavezanga abasekunene, nabo ingamaTshawe. Mandizazise ngelithi ndinguMandungwane, Bejula, Gungu Qwesha Diya Mageza Langa ondlela zibeth’ekhaya kwadin’izinja ukukhonkotha. Ungamsebenzisa kanje: Ngwana o diketsi mo. UDlongothi noNqukhwe bengamawele. Ezichaza ngokuma kwazo kwaGcaleka…, Ndinalwazana luthile nam ngalenyewe noko lungabhekephi na, ke ngoko nosele nihlaba amadlala kwiziphene endinazo nam.Mandiqale, NgokuNene, yena ke uvele mhla uPhalo wazeka intombi ezimbini eziphuma kubu kumkani obulinganayo ( Thembu & Mpondo), UkuNene ke asindlu incinci kambe asindlu inkulu, yindlu endinothi lisekela lendlu enkulu, kuba xa kunokwenzeka ukuba indlu enkulu ingabi nanyana, ubukhulu ke boselele busiwela kukuNene.Ndibuye ndingene kwi Xhiba, lona ke liyindlu yokugqibela kambi eyona incinci apha emzini.NizekwiQadi, kunzima ukuba ndingalicacisa kuba wofumanisa ukuba likhona iQadi lendlu enkulu likwakhona nelendlu encinci.Kodwa endikwaziyo kukuba iQadi lendlu enkuku( Mgudlwa ebaThenjini, Daluxolo pha kuDike) bona ke abasayikuze okanye bangathatha ixesha ukuba ubukhosi bufike kubo.Manditshaye……. Kodwa ke ooBhele aba banto nye kohluka nje izindlu eg ekaLanga neka Dongo nooDlambulo ooNdabezitha nooMafu. Mfo kaNokhala, Gubevu Msuthu osishuba sisemqolo. I hear and understand your situation. Kodwa ngamanye amaxesha ufumanisa ukuba ziyafakwa zonke ezi ziduko kodwa yindlela ezilandelelana ngayo le yohlukayo. The descendants of Mpondo are Santsabe, Sukude, Msiza, Ncindise, Cabe, Gangata, Bhala, Chithwayo, Khonjwayo, Ngcoya, Hlamandana, Tahle, Nyawuza and many others. Mna ke ndiMasango uNzitha Thsanana Mlungwana Ncobeni Nyandeni Khwayi-Khwayi Bhongo Bhongo Ngangedonki umlung’omhlophe balala bebabini bavuke bebathathu…..umnombo wethu ke ukwaBhaca……safudukela eQamata kodwa ngoku sesithe saa eGcuwa Dutywa kwaPaine Qweqwe eMthatha…….ooMasango abaninzi baziwa ngeefani uBhongoza Nompozolo noMehlonyosi………mhlawumbi ke xa unokukhe usifake nathi nabanye ooNzitha bayakongeza ngoba ke lo uthethayo uselithole nje akhona amakhwahla awaziyo lo mnombo. Isibongo or isiduko, as Xhosas mostly call it, indicates a clan or a tribe or even a sub-group of a nation, and it is very . Let us start by you giving us exactly what kind of help you are looking for. AmaBomvane ke ngooJalamba, Mqal’ungangenduku. On Jun 14, 2013 10:58 PM, “Abongisocial’s Blog” wrote: > ** > PumezaPortia commented: “Molweni Mna ndiyintombi yakwaFola, ooGqubushe, > kodwa ndicela uncedo ngemvelaphi yamaQocwa, ooZikhali, Thiyeka…..ndiva > amarhe okokuba ayesisizwe esizimeleyo aze agqugqiswa nguTshawe, bendicela > ukunatyiselwa.”. The book demonstrates how management is moving towards a hybrid type in overseas operations and towards a western-style in Japan, where contractual principles are beginning to be given greater weight. I think you need to search deeper about them. OoSkhosana ayingomaBhaca ngamahlubi… Futhi amahlubi awakho phantsi kwamntu ngabula wena ke uzibuza uba awela ngapi. Ndicela ukwaziswa banzi ukuba uMqwati unxulumene njani noBlangwe kanye Nombathane? Nam ke ndingu diya,bejula,qhwesha,nene,gungu,seya,ngubengcuka. Ntonje amangesi ava kakubi. uNguni nguNozulu uMbanguba uKhweswa uMpangazitha iChumane akadibenanga noQhudeni amaThembu bakaNgoza, abantu banempazamo yokudibanisa ezi ziduko zibini. Ndivuya kakhulu ukubon’ukuba kukho abantu abawakhathalele ngoluhlobo amasiko esintu kwaneziduko nemvelaphi,ingakumbi yamaXhosa,kwanga abantu abanje ngawe bangaqhubeka ngokusixhobisa ngolwazi kwakunye nemvelaphi yesizwe sakuthi,mna ke ndimNdlane,uTutuse,uNomdimba,uNtlokwan’ibanzana. Ndiyaxolisa ukuba ukho obekhe wazikhankanya. Nyawuza ooFaku,Hlamba ngobubende,Sigcawu sinoboya,Thahla kaNdayeni,Ngqungqushe Ziqamshe,Ziqelekazi ooDakhile. That was the step one of DIVIDE AND RULE by British, before even APARTHEID. Siyaphanda sonke, sisondeze ulwazi, ze ndilongeze kolu lulapha ngentla. Qocwa (Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga Mbizana, Mabombo) . Uyathanda ukubuza loonto xa umXhosa eqala ukukubona. OoMaduna ngabeSuthu bendlu kaMosia. Andazi ke nokuba igazi linye okanye kwenze njani. Ndifuna nje ukunabisa kulendawo kaSibakhulu. Search for more names by meaning . Nam ndithi makhe ndihlomle ndiyiledyongwana yasemaNuneni, amaXesibe ooMatshaya ooBhelesi. UFakathe, Nxi, Buya, Gwili, Mhlanga, Nomali, Xuba, Phandliwe, Nodaba ngumnombo womzi kaFakathe Xa ukwazi ukuzithutha, gquzu enjani yona intsini! ( Log Out /  Bwalya 135.3k. ewe…OoNdlovu, Gwala, Mthembu,Gengezi. Intaba zimbini yiMpembeni neTshobeni, iQandu yilali yam. NdinguMaya, uMagwa, uSophitsho, uNgqolomsila, uYem-Yem, uvela bembentsele, uMagqabi akadliwa adliwa zibhokhwe ngoRhala, uNgubengcuka, uMthikrakra, uNgangelizwe, uDalindyebo, uZondwa, uNxeko, uMtande, uHala, uBhomoyi ndinguMthembu woqobo, Ndifuna ukulungisa indawana ezimbalwa eyokuqala isizwe sabaThembu asizange sabaphantsi kuwesizwe samaXhosa, ngoba abathembu sisizwe sokuqala ukuyokuthi cakatha eMsana “Eastern Cape” kwaXhosa lowo sisizwe esifanayo nezinye izizwe, ukuba unokujonga EC zininzi Kakhulu indawo ezithiywe ngenkosi zabathembu, ndikunike uluhlu lwenkosi ezinkulu zabathembu ngokulandelelana kwazo: ukumkani uZwide owayelawula ngo1080, yazakuba ngunyana wakhe uMbulali, yanguNjanye, yanguThembu, uThembu waba nonyana ababini uNdilo noMvelase “uMvelase wakhetha ukushiyeka kwazulu yiyo lonto namhlanje sinabathembu abakwaZulu” uNdilo yena wazala uNtongakazi, yena wazala uBhomoyi, yena wazala uCeduma, yena wazala uMnguthi, yena wazala uNtoyi, yena wazala uMtande, yena wazala uNxeko, yena wazala uHlanga (kundlu nkulu) noDlomo (kwindlu esekunene) uHlanga walwa noDlomo ngobukhosi wohlulwa uHlanga wabufumana ngolohlobo uDlomo ubukhosi uDlomo yena wazala uHala, yena wazala uMadiba, yena wazala uThathu, yena wazala uZondwa, yena wazala uNdaba, yena wazala uNgubengcuka, yena wazala uMthikrakra, yena waza uNgangelizwe noMathanzima kwakunye noFadana, uNgangelizwe yena wazala uDalindyebo, yena wazala uJongilizwe, yena wazala u Sabatha, yena wazala inkosi echo yo ngoku uBuyelekhaya Dalindyebo. Their main concentration is in the former Transkei, in Tsolo, Qumbu and Umthatha in the Eastern Cape.). African. Owokuqala: ntombi ithile ibayintlekisa xa ineenwele zayo zemveli, iinqoba eziqathalala ke ukutsho. Khanindincede bethu,mna ndingu Khiwa,Khonjwayo,Qwebeda,Nomakhal’endlovu. Δdocument.getElementById( "ak_js_1" ).setAttribute( "value", ( new Date() ).getTime() ); Nomie woa kumnandi uva ndithuthwa kamnandi kangaka, Iziduko nezinqulo zamaXhosa jikelele (Xhosa clans), I wud lk u 2 help me ngesisiduko sukude,kukho indawo ethi oosukude ngoothuwa qha andiyazi kakuhle mna.Ndicela nindithuthele 0osukude. Kukho ke nento yokuba bangaMamFengu, andazi ukuba kanye kanye ubunyani balento buyinina. Mbokodo emnyama kaHili , Ndibethe kooZelekazi, inkosi uNgqosini wathwasa emlanjeni kwisiziba sakwaCihoshe. Your email address will not be published. AmaNkabane sesinye seziduko ezalahlekana nobukhosi baso njengamaCirha, maKhwemte kunye namaBamba. Khanitsho OoNguta, ooMabi, ooMwelase niyabazi na? Mwealse is xhosa nd some of the clan names are masumpa,sangweni ngwane etc. mthembu kunento endingayichaniyo,mandenjenje mna ndingu mhaga sabe mawelukazana gqwetha nogqu butsha thole mthwakazi ,ke andikwazi kuqhubekeka xa ndilapha ndicela uhlabe amadlala. Ngelixesha uCirha kaNkosiyamntu alwa noJwarha noTshawe emampöndomiseni ikumkani nguSabe, uTshawe ucele uncedo kuSabe, kwath kuba ngeloxesha amaRhudulu yayingawo ayehorho emampondomiseni usabe wakhupha wona, khumbula ndithe uRhudulu kukunene kuShomo. Enkosi!!! Ngxatsho ke myili nawe mqambi welikhaya. NguTshonyane lo, udikiza, usawU, ukhwane, uTODA, uMTH’UZIMELE, uNXALA, uNKOMO Z’BOMVU NES’BUNU SAZO! Ixesha elininzi ndizakuthetha isiXhosa ukwenzela ukuba nawe usiqhele. Ingaba ndiluvuyela ulwazi lwenu. Ama-Hlubi ayelenza eli siko kwakude kudala kodwa ke ithe sakufuduka eNatala saze sahlanganiswa nabeSuthu okanye abePhuthi yathi ngokuncomeka kwesiko labo sathatha pha napha izinto zabeSuthu nje ngeengoma zabo (ukuzithoga) kodwa ezinye zezinto isezeziya zakudala. Mna ndingu Mahlathi, uLisa, uJambase, uza ngomva eliweni……….umzukulwana ka Mbeje Ndizalwa nguDikela Unoni UNtswyibane intombi kaMdayi. Kuhle ukuva ulwazi olungaka lingaphumi kubadala inqku ndibamba ngazo zozibini ntozakuthi,kunento ethandundibhida Xa umzangwa ezithutha (ugcaleka andimazi ndisitsho nje bakhona abalahlekayo )mna ndingoka Merile ukhwalo ncuthu mlanjana nkuma sohobese .ndifuna kakhula aba bango Merile bangabizi esisiduko ndisibizayo ,kuba ndinolwazi Ngo Merile . UMaNdlovu(makhulu wam) lo uyewazekwa kwaTakata ooNondzaba ukuze kubekho umama wam. uba ukhona obaziyo apha, please share some light. Ingaba bona bakweliphi icala? Molo Khaya Mna lo ndingu: Mnune Doyi Mbathane Xesibe Ndzaba Khandanyawana Bhaca Mbo. Mhalweni maAfrika amahle, mna ndinomdla kwiziduko ezimbini: Phahla kunye no Qadi, ndicela ukuthuthelwa eziziduko zibini torho. amaBomvane, amaBhaca nabaMbo. umbuzo wam wesibini ulapha koo Maya,oMadiba,oDlomo ingaba bukhona na ubuhlobo apha phakathi kwabo? Ndifuna nje ukulingisa mpazamo ithile malunga nelithi amaXesibe ngamaMfengu. The amaMpondo, amaMpondomise, amaXesibe and amaQwathi nations are related but the amaQwathi settled in Thembuland more than 350 years ago and as a result Qwathi chiefdom is more Thembu in culture and political association. Yamnkelani Yonela “Urnella” Fellem Pipile. Into endiyfumanayo yinto yokuba ababantu kusenokwenzeka ukuba ngaMaxhosa or abeSotho. Nantsi enye indawo “A BRIEF SURVEY OF NINETEENTH-CENTURY XHOSA LITERATURE Skhomo uzele unjanya noRHUDULU. Zikhali had been ordered by the Zulus to go to hunting (inqina) in a plot to have him killed that way the legacy and lineage of Matiwane is destroyed. Wena ke uphendula ngokuzithutha wenze kanje (wenjenje): NdinguQhudeni, uMvelase, uNgoza, uMpafana, uMakhonz’ egoduka, oMfazi uncancisa isana ngebele elinye, kuThukela umlambo ongawelwayo uwelwa ziinkonjane zodwa, zona zidlisela ngamaphiko, uKheswa kaNozulu, Umthembu owanfenguza kwaXhosa. Hayi kenoko uyaphazama apha ebukhosini bamampondomise, ngo Majola amakhosi hayi eziziduko uzitshiloyo, Mna ndiSandile iduko ndinguMgeba, uHala ududumashe ndiphelele apho ndicela umntu ongandinceda ukuya phambili, Mna ndinguSandile isiduko ndinguMgeba, uHala ududumashe ndiphelele apho ndicela umntu ongandinceda ukuya phambili. Ndingu Rhadebe uMthi mkhulu, umpundwana zinga zingongiwa ngenxa yabuhle bazo, uNasela, uBhungane,undlebe ntle zombini uMafuzafulele njengelifu lemvula iHlub’elihle: Ndizalwa yintombi yakwaKhambula, ooJiyane, Nokhutso Ncube Mzila nkatha: ndabonwa ngu Mshengu, Tshabalala Mavuso Donga dilika sinath’amanzi iingajamban’emanga makhulu eyath’uMhlangamvualudilikile kant’usahleli. kuthe ngonyaka wama 1925 isizwe sethu saseMbo okanye saMaLala sohluka bubini esinye saba sesika Mthimkhulu (Ngelengele) esinye saseka Mswazi. UNgcwina, Mpinga, Cwerha ngoonyana bakaNtose. USabe wazala uMthe noMhaga inci uthe wazala uQengebe(a) noNgxabane, ukumkani uQengebe(a) wazala uMajola, uNgwanya, Phahlo, Sontlo sespectively. ( Yeyam ke le: ooMawawa ngamaMpinga, ooBholokoqoshe. UMzilankatha, uBhucwa, uMzilankatha, uNzimende, uMlandelalanga. Ndiba kuvakele…. Elam ke lasesidodeni nguQwalasela, noxa sele engakhathalelwa kuyaphi kulemihla sikuyo. ndicela khe undincedise ukuzama ukuphanda ngengcambu kathyali ekunye nomaQoma mntakwethu, Molo Mandilake. Mna ndingu Gabathithiba,cihoshe.nozinga.mjobi,thikoloshe.mntuwomlambo umsuthukazi wakwa Bodlani De Aar,ndizalwa yintombi yasemaYirheni,sambo.ziyeka,zondi thambolenyoka lihlabelimzondayo Who over time having gained wisdom, took over the chieftainship. Ingaske ke wohlu amanune namakhuma xa unokwazi mntan’enkosi. Lungisa apho kulungiseka khona. Ndizawukubuzela ndiphendule kwalapha kule mbutho. Zikode ka Ndabansele ka Linda Mkhonto. Enkosi. Ndifuna bonke bonke abakwaMbeje nabakwaMdayi. Mna ndingomnye waba bantu kuthiwa zii-Cheese boy ngoba ndifunde nabelungu. NOTE: UDOSINI yayinguye inkulu kangcwina de wadungadunga isizwe ngobumenemene. Umlando Endibaziyo baseMatatiele. Okwesithathu : uSikhomo endimaziyo ngunyana kaNgcwangu ozalwa Tshawe. Khawuvele kancinci, Hi Zama Much like the clan system of Scotland, each Xhosa person can trace their family history back … This is a list of Zulu Clan Names, please feel free to suggest and add more in the comments section below. Xa ubuza uMQwathi (nam ndinguye) ukuba uthetha ukuthini uDikela, azokuxelela ukuba akayazi, azi nje ukuba ligama lika khokho ka khokho. Into yokuba sazalelwa sakhulela emaMpondomiseni zange isilahlise isiko lokuchaza/ ukugcaba/ ukuqaphula ( ukwenziwa iintlanga) ebusweni nasemzimbeni. KHANINDICACISELE NGABO, NAM NDIYAZIBULISELA KUNI MZI ONTSUNDU… NDINGAZANGA NGOBUBI NTONJE, NDINOMBUZO ONGULO.. BAPHI NABONA OZOTSHO, MANCI. Author (s): Rev. Nam nje ngomfana ozalwa emaQwathini ndinomdla. Bhota mzi wakokwethu mna ndingu Zama kaBekeweni uCwera, uGxarha, uMahlahlana, iHlahla elagawulwa lashiywa phesheya komlambo, ngenxa yokonqena kwabafazi, uVambane . Common clan names are . Enkosi, ntlotshane; bushane; nundu;xhalanga;maqatha alikhuni akadliwa nazizinja. The main aim of this blog is for us to educate one another about who and where our ancestors came from. Mentioning the clan name of someone you wish to thank is the highest form of respect. Tshawe Tsikitsiki I’m from Potchefstroom in North West. Azgqitywa ezntwezi ke nani ndrilimpo kemna kuloma ngonozulu kuyasa liyasibekela, omchumani, omacocobela, ompangazitha, onompundana ezincinci kdwa hay’ukunuka, othukela….. Intle maan lento niyenza pha ningabisayiyeka ntozakuthi. Ndiyabulisa kwaXhosa, Mna ke ndingu Dohlanga, uNzalamzi, uXhalanga, uMziwavela kùqala, ndizalelwe emaXesibeni. Ndithi mandizibulisele kuni ema Xhoseni, Ndingu Sukwini, Lawu, Chwama, Dibashe, Somda, Somchiza, Ndlela, Ndlakhwe, Njabomvu, Lubisi u Sandlalangca ndizalwa ngu Mam Gcina, Xhamela, Nokwindla, Tyhopho, Mamthembu. Kukhona kona ukohlukana ngezindlu eg ekaGambushe neka Dubandlela kodwa ayithethi nto lonto. Nje ngangoku ukuba uze nalentwana uze nayo. Iziduko zako Sithathu, Khophoyi, Ndebe, Chisane, Hase, Nkomo zibomvu, Malawane, Andikuthandi Sithundzela uyadlala xa uthunyiwe, yity' uhluthe thikoloshe uyadlala xa … Please excuse my xhosa if i had any wrong spelling zange ndasafunda kukuzama noku. Ngabantu abanye. kwaye ndifuna nomntu onokuthi andigqibezelele ekuzithutheni. If I can get help please! Aziphelelanga pha kwaye kukho iimpazamo ezininzi. Sign in . abantwana xalikhithika. Unjanya uzale uMalangana wabhubha unjanya emncinci umalangana wabanjelwa ngulorhudulu, akukhula umalangana wathatha. Amasiko esiwenzayo ayafana, siyathombisa sonke. Yaqhawuka kuloo ndawo zanqoza. uma. Masithembe kukho onokusikhulula apha. Ngolwazana lwa olunganabamga kuyaphi uDlamini sisizwe hayi umnombo. Lukhulu means Mthiyane or Mthania people - the Sibiya clan that mated with the Jama clan to produce the Senzangakhona clan. Xhosa Clan Names. Ndibhala ndicela uncedo ngesiduko sasekhaya..Ndingu Vuyo Zozi ndizalelwa eRhawutini utata wasishiya engasibonisanga ikhaya lakhe (emtata)wayesithi isduko sakhe ngumKabane,uMawawa yiyonje into esiyiyaziyo Ndicela ubuza uba sikhona na isduko esingu “Nkambi” or something similar to the name? Secondly iziduko zamabhaca ezininzi awuzifakanga e.g Inkosi zimaBhaca ooZulu, nofisa, nomsunwana, khalimeshe. ), iziduko (pl.) Hayi mfo, ndiyaqala ukuyiva le yakho… Thina singooZiduli, ooHintsabe, uHlabilawu, uMaqhula. Kumbula uRharhabe kaphalo nonyanakhe uMlawu ozala uNgqika babulawa nguFubu wamaQwathi 1782 phezu kolambo ixuka kwidabi labaThembu namaXhosa, sawoyisa amaXhosa singabaThembu, ukuze uNdlambe abambele uNgqika nje, mandibuye ke, uFUBU lo yinkulu kaDikela njengokuba uDikela eyinkulu kaNoni, enye inkosiyamaQwathi iseCala(Xhalanga) uStokhwe kaNdlela. uMaqoma No Tyhali kunye noNtimbo bazalwa ngu Ngqika ekunene, inkulu kaNgqika ngu Sandile. Ilapho ukuba ngaba ayithathwanga Abo. Ndicela nindincede ngee Surnames enizaziyo zakwa Maduna, nee contacts zabantu enibaziyo. Ayangqitha na*kuba mna ndine ngqithi abantu behleli beyibuza lento and ayindiphilisi kakuhle ,Nandipha Gadu, Zangwa, Khwalo,Ncuthu,Debeshe, Mpondo zephela, Mthombothi, Nqene, Iintwezimnandi,Mlanjana, Nkume, Nceya, Mnikwangquza engayicelanga, Gcaleka, Nkonjan`emnyama ebhabh`emafini, Mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuba zinzmaphiko. ukuba aye kukhawulela iimbacu phezu koMthatha azise Komkhulu ngexesha lemfecane. Ndicela ushiye esakho isiduko kwalapha. Izaga Nam ndicela uncedo ngezam iziduko. Yeka nje ukuba ndizalelwe ndakhulela apha eKapa. Ndiyabulela ngale blog, ngoba kumnandi ukubona abantu abacha bebonisa uthando neqayi ngobuni babo. Mnune ndiyakuva. Ndidibane nomunye wethu who is also searching, ungu Makhosazana, daughter of Elijah Zathu. Mna ndicela undicacisele ukuba Amaqwathi “AMAVALA nooDIKELA bohluke njani?? Kwelakwa Zulu Ngo Mgilitsha, Sihlinzathole kusale ithole, Mkhetheka, NomaKhal’endlovu, Nxuba, Sdlangeni. mandenze umbulelo ongazenziyo kuni nonke ngokuthi nizixhamle ngoku zama ukusibuyisela embo.mandithi mazenethole, kungade kuthiwe ibhonga ilele. Nam ndithi mandithathe elithuba ndibulise apha kwaXhosa, Mna ke Qoma, thanks for your invaluable contribution. ( Log Out /  in Xhosa) are family names which are considered more important than surnames among Xhosa people [1]. Mna ndingumZangwe. ndingu Mafaku, Zqelekazi, Mantwanantle, hlambangobubende, Nyawuza, Nam ndinguGatyeni umntu ofuna ingcaciso banzi ngoGatyeni bavela phi baya njani e-Eastern cape follow me kuwhatsapp 0736602762 nzonicacisela, Ntw’ezimganto ndikhahlele kubantwana begazi! Woyiswa uGando wawezwa iNxuba. Eventualaj ŝanĝoj en la angla originalo estos kaptitaj per regulaj retradukoj. Le yokuba kuthiwe xa abantu bebanizi “nguMbo nomXesibe” uyibona njani? Bantu bakuthi ngokujonga kwam kwinto yabantu abathi bangabaThembu – kum ingathi uThembu lona yindawo njengoba kusithiwa Thembuland. Umntu ohamba ngesiduko sakwaNgutha angazithutha njani? When she was last spotted on the crossroads of Swart and Gevaar Roads, Coconut Kelz was drinking Woolies water and spreading her truth bombs about the state of the nation, why corruption is okay when white people do it and why black people ... Username or email. Izithakazelo zakwa Mkhize, Mkhize Clan Names, Mkhize Clan Praises Gcwabe, Khabazela,kaMavovo kaZihlandla, Gubhela, Mumbo omhlophe, Wena waseMbo, Wena okhanya amasi esiswini, singela, Nhlama eyaphelel' etsheni, Ngunezi, Mumbo ombulazi, Nina enadla umuntu nimyenga ngendaba, Sibi side esimajembelezana, iGubevukazi. Mna ke, ndinguDuna, Gubevu, Msuthu, Zjiyane, Ngqukuva (inkomo engenampondo), Khaba’ldaka, Nokhala, Impunguty’ engena mgane, Isala kulandelwa, Umasiz’ efulela nje ngelifu lemvula, Intak’ ezadla (ezatya) intsimi zade zayitshikilela zakha amanzi ngempiko xa zifika edwaleni zawaphalaza. A collection of folktales from a Zulu tribal historian attempting to preserve the history, heritage, and oral tradition of his people includes an insightful essay offering commentary on the aparthied years of his native province of Natal in ...
Military Jet Engine Manufacturers, Sergio Ramos Transfer News - Psg, Mtbmb Side B Release Date, Wolves Vs Norwich Prediction, S Corp Board Meeting Minutes Sample, How Many Liverpool Fans Died At Heysel, I Wandered Lonely As A Cloud,